isimo sendalo semilambo yasekapa - dws...r i v e r e h e a l t h f-f f p f f p-p p p p p n-n n n n n...

1
river health F-F F P F F P-P P P P P N-N N N N N G-G N G G G P-P P P P P G-F G F G G F-F P F F P F-F P F P G F-F G F F F P-P P P P P N-N N N N N G-F F F G G F-F F F P F F-F F F F G F-F G F G N P-P P P P P N-G G G G N F-F F F F P IZIPHUMO KUNYE NAMANYATHELO ACETYWAYO NGABAPHATHI IZIPHUMO KUNYE NAMANYATHELO ACETYWAYO NGABAPHATHI Imilambo i-Steenbras, i-Sir Lowry's Pass, i-Lourens, i-Eerste/Kuils, i-Sand, i-Zeekoe, i-Schusters, i-Else, i-Hout Bay, i-Salt, i-Diep, i- Sout kunye ne-Silvermine iphantsi kweKapa neendawo ezilingqongileyo. Le milambo iqala kwintaba zemimango ye-Hottentots Holland esempuma, nentaba yeTafile (Table Mountain) kunye neentaba ii-Cape Peninsula emazantsi ntshona. Uphuhliso lweedolophu lolona luwusebenzisa kakhulu umhlaba kwiindawo ezisemazantsi, kwaye i-Cape Flats ihamba phambili njengeyona ndawo ixineneyo ngabantu abaninzi kakhulu. Ezinye iindlela osetyenziswa kakhulu ngazo umhlaba kukulondoloza (i-Table Mountain National Park) emazantsi, kunkcenkceshelo kwezolimo (izidiliya) empum, nasekulimeni kwimimamdla eyomileyo (ingqolowa) emantla. IMILAMBO EKWIMIMANDLA YEKAPA IMILAMBO EKWIMIMANDLA YEKAPA NEENDAWO EZILINGQONGILEYO NEENDAWO EZILINGQONGILEYO Ngokubanzi, zimbalwa iindawo efikelela kuyo imilambo kwimimandla ephezulu yeKapa liphela, ezikwisimo sazo sendalo okanye ezikwisimo sokuhlalisana kakuhle kwezinto zendalo eziphilayo. Uphuhliso kwimimandla esezantsi luyiguqule imilambo, kwaze oku kwadala isimo esilambathayo sezinto eziphilayo zendalo. Kwakhiwe imijelokazi kwimigama ebalulekileyo yemilambo emininzi, amanzi afumaneka kule milambo akekho semgangathweni, indlela equkuqela ngayo imilambo iguqulwe, kwaye zininzi neentlanzi kunye nezityalo ezingezo zeli lizwe ezifumaneka kuyo. Ukusebenza ngendlela efanelekileyo yendalo nokubonelela kwale milambo ngezinto neenkonzo kucuthekile kakhulu. Mininzi imilambo efuna ukubuyiselwa kwimeko yesiqhelo. F-F F F G P N-N N N N G G-G G G G F F-F F F G F F-F P F F P Imilambo enempilo ibonelela ngezinto kunye neenkonzo (umz. ubonelelo ngamanzi, ukwahlukanisa izinto ezingcolisayo, ulondolozo, ukuthoba izikhukula, imveliso yendalo, ulonwabo kunye nokuqhutywa kweenkqubo zeenkonzo namasiko) eziluncedo kwintlalo yabantu nokukhula kwezoqoqosho. Xa abantu besebenzisa imilambo, bachukumisa impilo yasemilanjeni. Inkqubo yemilambo, yelizwe jikelele ihlola impilo yemilambo ngokuthatha umlinganiselo wamaqela ezalathiso ezithile zezilwanyana / nezityalo kwiindawo eziphila kuzo, ezichaza imeko yobume bendalo. Ezi nkcukacha ziyalungiswa zize zichazwe njengezalathiso (jonga apha ngezantsi). Lomboniso-ngephepha sisishwankathelo seenkcukacha eziqokelelwe ngomnyaka wamakwaka-2004 ukuya kowamawaka-2005 (jonga ingxelo, ngenkqubo yempilo yemilambo yomnyaka wamawaka (2005): wesimo nengxelo yemilambo ye Kapa), efumaneka kwiSebe leMicimbi yezaManzi namaHlathi nonokuqhagamshelana nalo ngezi nkcukacha sele zinikezwe apha ngasentla). UKONGA AMANZI UKUZE SIBE NEKAMVA UKONGA AMANZI UKUZE SIBE NEKAMVA ELIZ ELIZ INZILEYO INZILEYO Wonke ubani uhlala kwiindawo eziqokelela amanzi emilanjeni, usebenzisa amanzi avela emilanjeni kwaye umele ukuba abe noxanduva lokuwalondoloza. Ngokwenza oku, siza kuqinisekisa ukuba sinako ukuqhubeka siwasebenzisa kwaye ibe luncedo kuthi imilambo ngoku nakwixesha elizayo. Iimfuno zamanzi zangoku zingaphezulu kwemveliso yamanzi yemimandla yeSithili saseKapa. Amanzi ke ngoko bobona butyebi bendalo buxabisekileyo kuthi kwaye kufuneka siwasebenzise ngobulumko. Nanga amanye amacebo okonga amanzi: Mayithotyelwe imiqathango yokuthintelwa kokusetyenziswa kwamanzi. Wasebenzise kwakhona amanzi okuhlamba nawesinki ekunkcenkcesheleni isitiya sakho. Khangela zonke iindawo ezivuzayo kwiitepu nemibhobho uze uzilungise. Faka i "Hippo Bag" okanye ibhotile yeplastiki ezele ngamanzi kwitanki lakho elincinci lamanzi endlu yangasese. “Shawarisha” kangangemizuzu emihlanu endaweni yokungena ebhafini ukuba unako ukukwenza oku. Izindlu ezintsha kumele ukuba zifakwe izixhobo zokonga amanzi. Abantu abasebenzisa amaqula nemithombo yabo (boreholes) bayakhuthazwa ukuba bayithobele imiqathango yokuthintela ukusetyenziswa kwamanzi. Ukutsalwa kwamanzi kakhulu emilanjeni nangaphantsi komhlaba kuneziphumo ezibonakalayo kuqukuqelo lwamanzi omlambo. Amanzi angaphantsi komhlaba abalukekile kakhulu ekuncediseni kuqukuqelo lwemilambo ehlotyeni, la manzi aba likhusi kwizilwanyana / nezityalo eziphilayo zasemanzini. Amaqula nemithombo akumelanga ukuba yenziwe kwiindawo eziselunxwemeni, emachibini nakumachweba emilambo. UKUKHUTSHELWA KWAMANZI ANGCOLILEYO NALAWO ABALEKAYO Amanzi eemvula ezinkulu abalekayo kunye nokungcola okuphuma kwiindawo zasedolophini ezingqonge imilambo i-Lotus ne-Diep, isetyana lomlambo i-Sand, (eCape Flats), umlambo i-Bokramspruit (e-Oceanview), i-Sir Lowry's Pass (kwi-Sir Lowry's Pass Village) kunye nomlambo i-Eerste (e-Kayamandi) awehlise kakhulu umgangatho wokusulungeka kwamanzi kule milambo. Ukoleka, amanzi angcolileyo akhutshelwayo emlanjeni nokuchitheka kwamanzi amdaka kunye nelindle eliphuma kwimibhobho egcweleyo kwizitishi zokumpompa oku kungcola ezikwimilambo i-Kuils kunye ne-Black/Vygekraal, kubangele iingxaki ezinkulu kumgangatho wokusulungeka kwamanzi. Ezi zinto kunye neminye imithombo yezingcolisi zasedolophini ziyingozi enkulu kwimpilo yabantu (umz. isisu esihambisayo). Amanyathelo abaphathi Kuphuculwe ukubekwa esweni nolawulo lwamanzi abalekayo eemvula ezinkulu kunye nokukutshelwa kwa manzi angcolileyo emilanjeni nezinto ezichithekela kuyo. Kubandakanywe uluntu kumaphulo okuphucula impilo yasemilanjeni (ngokuthi kuchongwe umlambo othile okanye kusekwa asekuhlaleni abahlobo kulondolozwe umlambo lowo uchongiweyo). UKUGUQULWA KWEMILAMBO Uninzi lwemilambo yaseKapa inengxaki yelahleko yeendawo ekufunyanwa kuyo indalo, ngenxa yokuguqulwa kwemilambo ibe yimijelokazi. Oku kubonakala kakhulu kwiindawo ezinabantu abaninzi kakhulu zasezidolophini ezingqonge imilambo i-Black, i-Elsieskraal kunye ne-Keysers. Imilambo i- Lotus enkulu kunye ne-Lotus encinane, eyenziweyo nengeyiyo eyendalo ubukhulu becala, iye yaguqulwa yayimijelokazi kuninzi lweendawoezithile. Ukolulwa nokwenziwa nzulu kwemijelo nako kwenzeka ngenxa yokubakho kwezityalo ezitshabalalisayo zamanye amazwe. Oku kuzicuthile iindawo ekufumaneka kuyo indalo yasemanzini. Ukukwazi komlambo ukuthoba izikhukula nokubolisa izinto ezingcolisayo nako kuyacutheka ngenxa yokuguqulwa kwemilambo ibe yimijelokazi. Amanyathelo abaphathi Kususwe ikhonkrithi, kubuyiselwe ukumila kwemilambo ngokwenda- lo kwaye kuphinde kwenziwe ukuba ijikajike kwakhona imilambo. Kunqandwe okunye ukujikwa kwemilambo ibe yimijelokazi. Kuqaliswe ukutyala izityalo zeli lizwe ezikhula elunxwemeni lomlambo kunye nezo zikhula kwimisinga ukuze kwenziwe imilambo ibe mihle kwaye kuphuculwe nokusulungeka komgangatho wamanzi kuyo. Kudalwe iindawana zokuhlala ezohlukileyo (kwiziziba kunye neendawo ezibaleka amanzi amancinci) ukuze izil wanyana nezityalo zasemanzini zifumane ikhusi. Kubuyiselwe iintlobo ngeentlobo zeendawana zokuhlala (amatye, iingqalutye, igrabile, isanti, udaka) ukuze kwandiswe iintlobo ngeentlobo zezilwanyana/nezityalo eziphi layo zasemanzini. UKUGUQULWA KOQUKUQELO LWAMANZI Ukucutheka kokuqukuqela kwamanzana kwiindawo ezisemantsi ehlotyeni kwimilambo i- Sand, i-Sir Lowry's Pass kunye ne- Silvermine kwenzeka ngenxa yezityalo ezihlaselayo zamanye amazwe kunye nokutsalwa kwamanzi. Kodwa, ukuqukuqela komlambo i- Kuils River kwandile ngaphezu kokuphindaphindwa kabini ngenxa yamanzi wogutyulo aphumela kuwo, ngelixa inkqubo yoqukuqelo yomlambo i-Eerste River iye yaguqulwa ngenxa yokuthunyelwa kwamanzi edama i-Theewaterskloof / Kleinplaas. Iziphumo ezihlanganisiweyo zamadama amancinci kwingingqi yokuqokelela amanzi zibalulekile nazo, ingakumbi kumasebe omlambo i-Eerste River. Ezi nguqu zoqukuqelo zikucuthile ukufumaneka kweendawo zokuhlala nezityalo nezilwanyana zasemanzini omlambo. Amanyathelo abaphathi Makuphunyezwe amanyathelo okubeka esweni nawolawulo lokutsalwa kwamanzi okukhoyo kwimilambo i-Sand ne-Sir Lowry's Pass. Kunqandwe ukutsalwa kwamanzi kwimilambo yaseKapa ehlo tyeni, ndaweni yoko kugcinwe amanzi asebusika ukuze ase tyenziswe ehlotyeni. Kuqinisekiswe ukuba amanzi okulondoloza indalo ayavulelwa emadamini. Kukhangelwe iindlela zokucutha umthamo wamanzi kumlam bo i-Kuils River (ukutsho oko, ukusetyenziswa kwakhona kwa manzi asele esetyenzisiwe ngokuthi acocwe kwakhona). UKWANDA KOHLASELO LWEZILWANYANA NEZITYALO ZAMANYE AMAZWE Uhlaselo lweentlanzi zamanye amazwe umz. i-barbel, i-carp, i-tilapia, luninzi kwimimandla esezantsi kuyo phantse yonke imilambo yaseKapa kwaye ezi ntlobo zeentlanzi zikhuphisana neentlanzi zeli zohlobo i-Cape galaxias kunye nee-Cape kurper ngokutya nendawo yokuhlala. Oku kubangele ukucutheka kwamanani nokusasazeka kweentlanzi zeli. Iintlobo ngeentlobo ezohlukileyo zokhula lwasemanzini lwamanye amazwe (i-water hyacinth, i-water lettuce, i-azolla, i-parrot's feather) ziyihlasele imilambo emininzi yaseKapa, ingakumbi imilambo i-Black, i-Lotus, i-Sand kunye nemilambo i-Eerste/Kuils. Ukususwa kwezityalo zeli zaselunxwemeni kukhokele ekubeni izityalo zamanye amazwe (i-kikuyu, i-poplar, i-wattle) zigcwale kweli lizwe. Izityalo ezingezizo ezeli zibangela ukucutheka kwendawo ezifanelekileyo ezifumaneka kuzo izityalo zeli ezifezekileyo. Amanyathelo abaphathi Kususwe izityalo zamanye amazwe ezinxuse imilambo nezisemilanjeni kwaye zigcinwe zikwesi simo ezo ndawo kususwe kuzo ezo zityalo. Kulondolozwe imimandla enemithi neendawo eziluhlaza/izityalo zokunqanda ukukhukuliseka kumanxweme emilambo kwaye kuphinde kuvuselelwe ukutyalwa kwezityalo zeli lizwe zaselunxwemeni ukuze zisebenze njengesikhuseli phakathi komlambo nemimandla eyingqongileyo. Kusetyenziswe izibulali-ntlanzi ukutshabalalisa iintlanzi ezingezizo zeli lizwe apho kunokwenzeka nalapho kufanelekileyo. Kuxhaswe inkqubo ngobambiswano, yokulawula nokususa izityalo ezilukhula ezithi zibe yingxaki emanzini. K ro m S c h u sters Bokram s p r u it E l s e S i l v ermine W e s tla k e Liesbeek V yge k r a a l B l a c k E erst e S ir L o w rys P a s s S t e e n b ras J onkershoek B laau w k li p p en P l a n ken b r u g B o ttelary E l s i e s k r a a l S o u t N-G N G G N G-F G F F G G-G G G G G DEPT: WATER AFFAIRS AND FORESTRY DEPT: ENVIRONMENTAL AFFAIRS AND TOURISM Udidi lweMpilo yaseMilanjeni Izimvo zolondolozo Izimvo zabaphathi Ikwimo yendalo N Ayintlanga P Iyonelisa F Intle G Akukho nguqu okanye incinci kakhulu inguqu Uninzi lwezi zityalo / nezilwanyana zendalo ezifumanekayo zezinyamezelayo; iintlobo zezinto eziphilayo zendalo zamanye amazwe ziyahlasela; ziphazamisekile iinkqubo zezityalo / nezilwan- yana ezikhoyo; iintlobo zezityalo / nezilwanyana zendalo ezifumanekayo zithanda ukuba nezifo Iintlobo ezinobuthathaka zezinto zendalo zisenokulahleka; ngelixa ezo zinyamezelayo okanye ezo zikhetha amathuba anokuba luncedo kuzo izizo ezibz sisinintsi Iintlobo-ntlobo zezilwanyana / nezityalo nemfezeko yazo ayichukumisekanga ubukhulu becala Baxinene ngenxa yobuninzi abantu okanye kuninzi ukuxhatshwazwa kwezibonelelo Zininzi iziphazamiso ezimanyaniswa nemfuneko yophuhliso loluntu noqoqosho Kukho ukuphazamiseka okuthile okwenziwe ngabantu kodwa imeko yobume bendalo isancomeka noko Luncinani nokwana ifuthe labantu Iindidi zeMpilo yaseMilanjeni ISalathiso seMfezeko yesimo seNdalo (IHI) INkqubo yokuSkora yoMzantsi Afrika (SASS) ISalathiso seziTyalo zaseluNxwemeni (RVI) UMgangatho wokuSulungeka kwaManzi (WQ) Isalathiso sezilwanyana zasemanzini ezingenamqolo (umz. oononkala) ezifunyanwa endaweni ethile. Ibonakalisa imeko yomlambo wendawo ethile. Ngumlinganiselo weqondo lokuguquka kwezityalo ezifumaneka kudonga lomlambo kwimo yazo yendalo. Ubonakalisa ukufaneleka kwamanzi ukuba kungahlala kuwo indalo ephilayo. Usekelwe phezu komlinganiselo opheleleyo wazo zonke izinto ezifumaneka kwinxenye yamanzi ezizezi: i- phosphate, i-nitrogen, i-ammonia, izinto ezisasazekileyo kuwo kunye ne-oxygen. Umlinganiselo wokufumaneka kwendawana zokuhlala indalo yasemanzini kwane misinga entlobo-ntlobo. ISalathiso seeNtlanzi (FI) Yalathisa ukohluka kweentlobo zeentlanzi kwisimo sazo sendalo, ichaza iziphumo zexesha elide kwiindawana zokuhlala indalo ngobubanzi. Izalathisi zeMpilo yeMilambo F-P F P F P Simon’ Simon’s Town own Hout Hout Bay Bay i-Kap i-Kapa Gordon’ Gordon’s Bay Bay D i e p Stellenbosch tellenbosch Somerset W Somerset West est K e y s e r s Ocean V Ocean View iew Cape Flat Cape Flats K uils Kayamandi Kayamandi Silverstroo m Yintoni iMpilo yaseMilanjeni? Yintoni iMpilo yaseMilanjeni? ISIMO SEMILAMBO YASEKAPA NGOKUBANZI ISIMO SEMILAMBO YASEKAPA NGOKUBANZI Zeekoevlei Isimo seNdalo seMilambo yaseKapa Isimo seNdalo seMilambo yaseKapa L o u re n s S a n d S a l t WATER RESEARCH COMMISSION Idilesi yonxulumaniso yezizwe-ngezizwe ye-RHP ithi: http://www.csir.co.za/rhp Matshi 2005 Xa ufuna ezinye iinkcukacha, qhagamshelana neSebe leMicimbi yaManzi namaHlathi kule dilesi: The Department of Water Affairs and Forestry, Private Bag X16, Sanlamhof, 7532, inombolo yefowuni ithi: (021) 950 7100 okanye uqhagamshelane neSixeko saseKapa kule nombolo yefowuni: (021) 487 2206 / (021) 684 1000. Sir Lowry’ Sir Lowry’s Pass Pass Little L o t u s B i g L o t u s Kleinplaas Dam Cape Town_Xhosa_2.qxd 13/04/2005 13:07 Page 1

Upload: others

Post on 24-Aug-2021

11 views

Category:

Documents


0 download

TRANSCRIPT

Page 1: Isimo seNdalo seMilambo yaseKapa - DWS...r i v e r e h e a l t h F-F F P F F P-P P P P P N-N N N N N G-G N G G G P-P P P P P G-F G F G G F-F P F F P F-F P F P G F-F G F F F P-P P P

rriivveerr hheeaalltthh

F-F

F

P

F

FP-P

P

P

P

P

N-N

N

N

N

N

G-G

N

G

G

G

P-P

P

P

P

P

G-F

G

F

G

G

F-F

P

F

F

P

F-F

P

F

P

G

F-F

G

F

F

F

P-P

P

P

P

P

N-N

N

N

N

N

G-F

F

F

G

G

F-F

F

F

P

F

F-F

F

F

F

G

F-F

G

F

G

N

P-P

P

P

P

P

N-G

G

G

G

N

F-F

F

F

F

P

IZIPHUMO KUNYE NAMANYATHELO ACETYWAYO NGABAPHATHI IZIPHUMO KUNYE NAMANYATHELO ACETYWAYO NGABAPHATHI

Imilambo i-Steenbras, i-Sir Lowry's Pass, i-Lourens, i-Eerste/Kuils, i-Sand, i-Zeekoe, i-Schusters,i-Else, i-Hout Bay, i-Salt, i-Diep, i- Sout kunye ne-Silvermine iphantsi kweKapa neendawoezilingqongileyo. Le milambo iqala kwintaba zemimango ye-Hottentots Holland esempuma,nentaba yeTafile (Table Mountain) kunye neentaba ii-Cape Peninsula emazantsi ntshona.

Uphuhliso lweedolophu lolona luwusebenzisa kakhulu umhlaba kwiindawo ezisemazantsi, kwayei-Cape Flats ihamba phambili njengeyona ndawo ixineneyo ngabantu abaninzi kakhulu. Ezinyeiindlela osetyenziswa kakhulu ngazo umhlaba kukulondoloza (i-Table Mountain National Park)emazantsi, kunkcenkceshelo kwezolimo (izidiliya) empum, nasekulimeni kwimimamdla eyomileyo(ingqolowa) emantla.

IMILAMBO EKWIMIMANDLA YEKAPAIMILAMBO EKWIMIMANDLA YEKAPA

NEENDAWO EZILINGQONGILEYO NEENDAWO EZILINGQONGILEYO Ngokubanzi, zimbalwa iindawo efikelela kuyo imilambo kwimimandla ephezulu yeKapa liphela, ezikwisimo sazosendalo okanye ezikwisimo sokuhlalisana kakuhle kwezinto zendalo eziphilayo. Uphuhliso kwimimandla esezantsi

luyiguqule imilambo, kwaze oku kwadala isimo esilambathayo sezinto eziphilayo zendalo. Kwakhiwe imijelokazikwimigama ebalulekileyo yemilambo emininzi, amanzi afumaneka kule milambo akekho semgangathweni, indlelaequkuqela ngayo imilambo iguqulwe, kwaye zininzi neentlanzi kunye nezityalo ezingezo zeli lizwe ezifumanekakuyo. Ukusebenza ngendlela efanelekileyo yendalo nokubonelela kwale milambo ngezinto neenkonzo kucuthekilekakhulu. Mininzi imilambo efuna ukubuyiselwa kwimeko yesiqhelo.

F-F

F

F

G

P

N-N

N

N

N

G

G-G

G

G

G

F

F-F

F

F

G

F

F-F

P

F

F

P

Imilambo enempilo ibonelela ngezinto kunye neenkonzo (umz. ubonelelo ngamanzi, ukwahlukanisa izintoezingcolisayo, ulondolozo, ukuthoba izikhukula, imveliso yendalo, ulonwabo kunye nokuqhutywakweenkqubo zeenkonzo namasiko) eziluncedo kwintlalo yabantu nokukhula kwezoqoqosho. Xa abantubesebenzisa imilambo, bachukumisa impilo yasemilanjeni. Inkqubo yemilambo, yelizwe jikelele ihlolaimpilo yemilambo ngokuthatha umlinganiselo wamaqela ezalathiso ezithile zezilwanyana / nezityalokwiindawo eziphila kuzo, ezichaza imeko yobume bendalo. Ezi nkcukacha ziyalungiswa zize zichazwenjengezalathiso (jonga apha ngezantsi). Lomboniso-ngephepha sisishwankathelo seenkcukachaeziqokelelwe ngomnyaka wamakwaka-2004 ukuya kowamawaka-2005 (jonga ingxelo, ngenkqubo yempiloyemilambo yomnyaka wamawaka (2005): wesimo nengxelo yemilambo ye Kapa), efumaneka kwiSebeleMicimbi yezaManzi namaHlathi nonokuqhagamshelana nalo ngezi nkcukacha sele zinikezwe aphangasentla).

UKONGA AMANZI UKUZE SIBE NEKAMVA UKONGA AMANZI UKUZE SIBE NEKAMVA

EELLIIZZEELLIIZZINZILEYO INZILEYO Wonke ubani uhlala kwiindawo eziqokelela amanzi emilanjeni, usebenzisa amanzi avela emilanjeni kwaye umele ukubaabe noxanduva lokuwalondoloza. Ngokwenza oku, siza kuqinisekisa ukuba sinako ukuqhubeka siwasebenzisa kwayeibe luncedo kuthi imilambo ngoku nakwixesha elizayo. Iimfuno zamanzi zangoku zingaphezulu kwemvelisoyamanzi yemimandla yeSithili saseKapa. Amanzi ke ngoko bobona butyebi bendalo buxabisekileyo kuthi kwaye kufunekasiwasebenzise ngobulumko. Nanga amanye amacebo okonga amanzi:

Mayithotyelwe imiqathango yokuthintelwa kokusetyenziswa kwamanzi.Wasebenzise kwakhona amanzi okuhlamba nawesinki ekunkcenkcesheleni isitiya sakho.Khangela zonke iindawo ezivuzayo kwiitepu nemibhobho uze uzilungise.Faka i "Hippo Bag" okanye ibhotile yeplastiki ezele ngamanzi kwitanki lakho elincinci lamanzi endlu yangasese.“Shawarisha” kangangemizuzu emihlanu endaweni yokungena ebhafini ukuba unako ukukwenza oku.Izindlu ezintsha kumele ukuba zifakwe izixhobo zokonga amanzi.

Abantu abasebenzisa amaqula nemithombo yabo (boreholes) bayakhuthazwa ukuba bayithobele imiqathangoyokuthintela ukusetyenziswa kwamanzi. Ukutsalwa kwamanzi kakhulu emilanjeni nangaphantsi komhlaba kuneziphumoezibonakalayo kuqukuqelo lwamanzi omlambo. Amanzi angaphantsi komhlaba abalukekile kakhulu ekuncedisenikuqukuqelo lwemilambo ehlotyeni, la manzi aba likhusi kwizilwanyana / nezityalo eziphilayo zasemanzini. Amaqulanemithombo akumelanga ukuba yenziwe kwiindawo eziselunxwemeni, emachibini nakumachweba emilambo.

UUKKUUKKHHUUTTSSHHEELLWWAA KKWWAAMMAANNZZII AANNGGCCOOLLIILLEEYYOO

NNAALLAAWWOO AABBAALLEEKKAAYYOO Amanzi eemvula ezinkulu abalekayo kunye nokungcola okuphumakwiindawo zasedolophini ezingqonge imilambo i-Lotus ne-Diep, isetyanalomlambo i-Sand, (eCape Flats), umlambo i-Bokramspruit (e-Oceanview),i-Sir Lowry's Pass (kwi-Sir Lowry's Pass Village) kunye nomlambo i-Eerste(e-Kayamandi) awehlise kakhulu umgangatho wokusulungeka kwamanzikule milambo. Ukoleka, amanzi angcolileyo akhutshelwayo emlanjeninokuchitheka kwamanzi amdaka kunye nelindle eliphuma kwimibhobhoegcweleyo kwizitishi zokumpompa oku kungcola ezikwimilambo i-Kuilskunye ne-Black/Vygekraal, kubangele iingxaki ezinkulu kumgangathowokusulungeka kwamanzi. Ezi zinto kunye neminye imithombo yezingcolisizasedolophini ziyingozi enkulu kwimpilo yabantu (umz. isisu esihambisayo).

Amanyathelo abaphathi Kuphuculwe ukubekwa esweni nolawulo lwamanzi abalekayo eemvula ezinkulu kunye nokukutshelwa kwamanzi angcolileyo emilanjeni nezinto ezichithekela kuyo. Kubandakanywe uluntu kumaphulo okuphucula impilo yasemilanjeni (ngokuthi kuchongwe umlambo othile okanye kusekwa asekuhlaleni abahlobo kulondolozwe umlambo lowo uchongiweyo).

UUKKUUGGUUQQUULLWWAA KKWWEEMMIILLAAMMBBOO Uninzi lwemilambo yaseKapa inengxaki yelahleko yeendawo ekufunyanwakuyo indalo, ngenxa yokuguqulwa kwemilambo ibe yimijelokazi. Okukubonakala kakhulu kwiindawo ezinabantu abaninzi kakhulu zasezidolophiniezingqonge imilambo i-Black, i-Elsieskraal kunye ne-Keysers. Imilambo i-Lotus enkulu kunye ne-Lotus encinane, eyenziweyo nengeyiyo eyendaloubukhulu becala, iye yaguqulwa yayimijelokazi kuninzi lweendawoezithile.Ukolulwa nokwenziwa nzulu kwemijelo nako kwenzeka ngenxayokubakho kwezityalo ezitshabalalisayo zamanye amazwe. Okukuzicuthile iindawo ekufumaneka kuyo indalo yasemanzini. Ukukwazikomlambo ukuthoba izikhukula nokubolisa izinto ezingcolisayo nakokuyacutheka ngenxa yokuguqulwa kwemilambo ibe yimijelokazi.

Amanyathelo abaphathi Kususwe ikhonkrithi, kubuyiselwe ukumila kwemilambo ngokwenda-lo kwaye kuphinde kwenziwe ukuba ijikajike kwakhona imilambo. Kunqandwe okunye ukujikwa kwemilambo ibe yimijelokazi.Kuqaliswe ukutyala izityalo zeli lizwe ezikhula elunxwemeni lomlambo kunye nezo zikhula kwimisinga ukuze kwenziwe imilambo ibe mihle kwaye kuphuculwe nokusulungeka komgangatho wamanzi kuyo.Kudalwe iindawana zokuhlala ezohlukileyo (kwiziziba kunyeneendawo ezibaleka amanzi amancinci) ukuze izil wanyana nezityalo zasemanzini zifumane ikhusi.Kubuyiselwe iintlobo ngeentlobo zeendawana zokuhlala (amatye, iingqalutye, igrabile, isanti, udaka) ukuze kwandiswe iintlobo ngeentlobo zezilwanyana/nezityalo eziphi layo zasemanzini.

UUKKUUGGUUQQUULLWWAA KKOOQQUUKKUUQQEELLOO LLWWAAMMAANNZZIIUkucutheka kokuqukuqela kwamanzana kwiindawo ezisemantsiehlotyeni kwimilambo i- Sand, i-Sir Lowry's Pass kunye ne-Silvermine kwenzeka ngenxa yezityalo ezihlaselayo zamanyeamazwe kunye nokutsalwa kwamanzi. Kodwa, ukuqukuqela komlamboi- Kuils River kwandile ngaphezu kokuphindaphindwa kabini ngenxayamanzi wogutyulo aphumela kuwo, ngelixa inkqubo yoqukuqeloyomlambo i-Eerste River iye yaguqulwa ngenxa yokuthunyelwakwamanzi edama i-Theewaterskloof / Kleinplaas. Iziphumo ezihlanganisiweyo zamadama amancinci kwingingqi yokuqokelelaamanzi zibalulekile nazo, ingakumbi kumasebe omlambo i-Eerste River.Ezi nguqu zoqukuqelo zikucuthile ukufumaneka kweendawozokuhlala nezityalo nezilwanyana zasemanzini omlambo.

Amanyathelo abaphathi Makuphunyezwe amanyathelo okubeka esweni nawolawulo lokutsalwa kwamanzi okukhoyo kwimilambo i-Sand ne-Sir Lowry's Pass.Kunqandwe ukutsalwa kwamanzi kwimilambo yaseKapa ehlotyeni, ndaweni yoko kugcinwe amanzi asebusika ukuze asetyenziswe ehlotyeni. Kuqinisekiswe ukuba amanzi okulondoloza indalo ayavulelwaemadamini.Kukhangelwe iindlela zokucutha umthamo wamanzi kumlambo i-Kuils River (ukutsho oko, ukusetyenziswa kwakhona kwamanzi asele esetyenzisiwe ngokuthi acocwe kwakhona).

UUKKWWAANNDDAA KKOOHHLLAASSEELLOO LLWWEEZZIILLWWAANNYYAANNAA NNEEZZIITTYYAALLOO

ZZAAMMAANNYYEE AAMMAAZZWWEE Uhlaselo lweentlanzi zamanye amazwe umz. i-barbel, i-carp, i-tilapia,luninzi kwimimandla esezantsi kuyo phantse yonke imilambo yaseKapakwaye ezi ntlobo zeentlanzi zikhuphisana neentlanzi zeli zohlobo i-Capegalaxias kunye nee-Cape kurper ngokutya nendawo yokuhlala. Okukubangele ukucutheka kwamanani nokusasazeka kweentlanzi zeli.

Iintlobo ngeentlobo ezohlukileyo zokhula lwasemanzini lwamanye amazwe(i-water hyacinth, i-water lettuce, i-azolla, i-parrot's feather) ziyihlaseleimilambo emininzi yaseKapa, ingakumbi imilambo i-Black, i-Lotus, i-Sandkunye nemilambo i-Eerste/Kuils. Ukususwa kwezityalo zeli zaselunxwemenikukhokele ekubeni izityalo zamanye amazwe (i-kikuyu, i-poplar, i-wattle)zigcwale kweli lizwe. Izityalo ezingezizo ezeli zibangela ukucuthekakwendawo ezifanelekileyo ezifumaneka kuzo izityalo zeli ezifezekileyo.

Amanyathelo abaphathi Kususwe izityalo zamanye amazwe ezinxuse imilambo nezisemilanjenikwaye zigcinwe zikwesi simo ezo ndawo kususwe kuzo ezo zityalo. Kulondolozwe imimandla enemithi neendawo eziluhlaza/izityalo zokunqanda ukukhukuliseka kumanxweme emilambo kwaye kuphinde kuvuselelwe ukutyalwa kwezityalo zeli lizwe zaselunxwemeni ukuze zisebenze njengesikhuseli phakathikomlambo nemimandla eyingqongileyo.Kusetyenziswe izibulali-ntlanzi ukutshabalalisa iintlanzi ezingezizo zeli lizwe apho kunokwenzeka nalapho kufanelekileyo.Kuxhaswe inkqubo ngobambiswano, yokulawula nokususa izityalo ezilukhula ezithi zibe yingxaki emanzini.

Krom

Schusters

BokramspruitElse

Silvermine

Westlake

Liesbeek

Vygekraal

Black

Eerste

Sir

Lowry’sPass

Steenbras

Jonkershoek

Blaauwklippen

PlankenbrugBottelary

Elsieskraal

Sout

N-G

N

G

G

N

G-F

G

F

F

G

G-G

G

G

G

G

DEPT: WATER AFFAIRS AND FORESTRYDEPT: ENVIRONMENTAL AFFAIRS AND TOURISM

Udidi lweMpilo yaseMilanjeni Izimvo zolondolozo Izimvo zabaphathi

Ikwimo yendaloN

AyintlangaP

IyonelisaF

IntleG

Akukho nguqu okanye incinci kakhulu inguqu

Uninzi lwezi zityalo / nezilwanyana zendalo ezifumanekayo zezinyamezelayo; iintlobo zezintoeziphilayo zendalo zamanye amazwe ziyahlasela; ziphazamisekile iinkqubo zezityalo / nezilwan-yana ezikhoyo; iintlobo zezityalo / nezilwanyana zendalo ezifumanekayo zithanda ukuba nezifo

Iintlobo ezinobuthathaka zezinto zendalo zisenokulahleka; ngelixa ezo zinyamezelayo okanyeezo zikhetha amathuba anokuba luncedo kuzo izizo ezibz sisinintsi

Iintlobo-ntlobo zezilwanyana / nezityalo nemfezeko yazo ayichukumisekanga ubukhulubecala

Baxinene ngenxa yobuninzi abantuokanye kuninzi ukuxhatshwazwakwezibonelelo

Zininzi iziphazamiso ezimanyaniswanemfuneko yophuhliso loluntunoqoqosho

Kukho ukuphazamiseka okuthileokwenziwe ngabantu kodwa imekoyobume bendalo isancomeka noko

Luncinani nokwana ifuthe labantu

Iindidi zeMpilo yaseMilanjeni

ISalathiso seMfezeko yesimo seNdalo (IHI)

INkqubo yokuSkora yoMzantsi Afrika (SASS)

ISalathiso seziTyalo zaseluNxwemeni (RVI)

UMgangatho wokuSulungeka kwaManzi (WQ)

Isalathiso sezilwanyana zasemanzini ezingenamqolo (umz. oononkala) ezifunyanwa endaweniethile. Ibonakalisa imeko yomlambo wendawo ethile.

Ngumlinganiselo weqondo lokuguquka kwezityalo ezifumaneka kudonga lomlambo kwimo yazoyendalo.

Ubonakalisa ukufaneleka kwamanzi ukuba kungahlala kuwo indalo ephilayo. Usekelwe phezukomlinganiselo opheleleyo wazo zonke izinto ezifumaneka kwinxenye yamanzi ezizezi: i-phosphate, i-nitrogen, i-ammonia, izinto ezisasazekileyo kuwo kunye ne-oxygen.

Umlinganiselo wokufumaneka kwendawana zokuhlala indalo yasemanzini kwane misingaentlobo-ntlobo.

ISalathiso seeNtlanzi (FI) Yalathisa ukohluka kweentlobo zeentlanzi kwisimo sazo sendalo, ichaza iziphumo zexesha elidekwiindawana zokuhlala indalo ngobubanzi.

Izalathisi zeMpilo yeMilambo

F-P

F

P

F

P

Simon’Simon’ssTTownown

HoutHoutBayBay

i-Kapi-Kapaa

Gordon’Gordon’ssBayBay

Diep

SStellenboschtellenbosch

Somerset WSomerset Westest

Keysers

Ocean VOcean Viewiew

Cape FlatCape Flatss

Kuils

KayamandiKayamandi

Silverstroom

Yintoni iMpilo yaseMilanjeni?Yintoni iMpilo yaseMilanjeni?

IISSIIMMOO SSEEMMIILLAAMMBBOO YYAASSEEKKAAPPAA NNGGOOKKUUBBAANNZZII IISSIIMMOO SSEEMMIILLAAMMBBOO YYAASSEEKKAAPPAA NNGGOOKKUUBBAANNZZII

Zeekoevlei

Isimo seNdalo seMilambo yaseKapa Isimo seNdalo seMilambo yaseKapa

LourensSa

nd

Salt

WATER RESEARCH COMMISSION

Idilesi yonxulumaniso yezizwe-ngezizwe ye-RHP ithi: http://www.csir.co.za/rhp Matshi 2005Xa ufuna ezinye iinkcukacha, qhagamshelana neSebe leMicimbi yaManzi namaHlathi kule dilesi: The Department of Water Affairs and Forestry, Private Bag X16, Sanlamhof, 7532, inombolo yefowuni ithi: (021) 950 7100 okanye uqhagamshelane neSixeko saseKapa kule nombolo yefowuni: (021) 487 2206 / (021) 684 1000.

Sir Lowry’Sir Lowry’ssPassPass

Little LotusBigLotus

Kleinplaas Dam

Cape Town_Xhosa_2.qxd 13/04/2005 13:07 Page 1